
Pedro Mapelo
Soccer Writer at I'solezwe lesiXhosa
Soccer writer at I'solezwe lesiXhosa | A law student at University of South Africa. | I love debates that aim to make people's lives better.
Articles
-
1 day ago |
isolezwelesixhosa.co.za | Pedro Mapelo
uSamsung uze noTheft Protection oza kukhusela iinkcukacha zabantuImage: SamsungNjengokuba kukhula ukusetyenziswa kweemfonomfono elizweni laseMzantsi Afrika nakwihlabathi lonke, kwangaxeshanye ubusela bufikelele kwiqondo elixakileyo. Kwiidolophu ezinkulu njengeGoli, kuxelwa ukubiwa okanye ukulahleka kweemfonomfono ezingaphaya kwewaka yonke imihla. Ngenxa yalo nto, uSamsung uze neqhinga elitsha eliza kuqubisana ngqo nobusela.
-
1 day ago |
isolezwelesixhosa.co.za | Pedro Mapelo
UMiguel Cardoso ubaqhwabele izandla abadlali beMamelodi Sundowns abadlale kwiClub World Cup. Image: Mamelodi SundownsNangona iMamelodi Sundowns ibuyela ekhaya emva komdlalo wayizolo, umqeqeshi wayo uyincomile indlela abadlali bakhe abadlale ngayo. UMiguel Cardoso uvakalise izimvo zakhe emva kokuba iSundowns ibambene ngenqanda neFluminense emdlalweni weFIFA Club World Cup obuyizolo eHard Rock Stadium. Bekunyanzelekile ukuba iSundowns iphumelele ukuze ikwazile ukuya kumjikelo olandelayo.
-
2 days ago |
isolezwelesixhosa.co.za | Pedro Mapelo
Yamkele abadlali abasixhenxe bonke iOrlando Pirates namhlanje. Image: Orlando PiratesIqhubela phambili i'Orlando Pirates nokwamkela abadlali abatsha. Namhlanje yamkele abadlali abasixhenxe bonke phambi kokuqala kwamalungiselelo esizini entsha.
-
3 days ago |
isolezwelesixhosa.co.za | Pedro Mapelo
Amabhokobhoko elungiselela ukudibana neBarbarians emdlalweni oza kubanjelwe eDHL Stadium, eKapa. Image: SpringboksNgabadlali abane bonke abaza kufumana ithuba lokudlalela iqela lesizwe loMzantsi Afrika lombhoxo okokuqala emdlalweni wokuqala kulo nyaka. Oku kuza kwenzeka xa Amabhokobhoko eswantsulisana neBarbarians emdlalweni oza kube ubanjelwe eDHL Stadium, eKapa, emalanga ngoMgqibelo wale veki.
-
3 days ago |
isolezwelesixhosa.co.za | Pedro Mapelo
UMQEQESHI omtsha we'Orlando Pirates, uAbdeslam Ouaddou, exhawula kwangene angene endaweni yakhe, uJose Riveiro, emva komdlalo weBetway Premiership kwisizini edlulileyo. Image: Isithombe: BACKPAGEPIXEkuqaleni kwale veki, i'Orlando Pirates yenze izibhengezo ezibalulekileyo phambi kokuqala kwamalungiselelo esizini entsha. Kuqalwe ngokubhengezwa kuka-Abdeslam Ouaddou njengomqeqeshi oyintloko wePirates.
Try JournoFinder For Free
Search and contact over 1M+ journalist profiles, browse 100M+ articles, and unlock powerful PR tools.
Start Your 7-Day Free Trial →Coverage map
X (formerly Twitter)
- Followers
- 86
- Tweets
- 43
- DMs Open
- No

Ukhuthi

UGustavo Paez uphinde wenza adume ngazo https://t.co/OzIDBLy0Sx via @IOL

Ekugqibeleni, uKomphela ude wayibetha iDowns https://t.co/Xgo9ToTVKN via @IOL